UNehemiya 12:10, 11 IBhayibhili Elingcwele 10 UJeshuwa wazala uJoyakhimi, uJoyakhimi wazala u-Eliyashibhi,+ u-Eliyashibhi wazala uJoyada,+ 11 uJoyada wazala uJonathani, uJonathani wazala uJaduwa.
10 UJeshuwa wazala uJoyakhimi, uJoyakhimi wazala u-Eliyashibhi,+ u-Eliyashibhi wazala uJoyada,+ 11 uJoyada wazala uJonathani, uJonathani wazala uJaduwa.