IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 21:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko uAbraham wavuka ekuseni, wathabatha isonka nentsuba yamanzi, wanika uHagare,+ ebeka egxalabeni lakhe, kunye nomntwana,+ waza wamndulula. Wahamba waza wabhadu-bhadula entlango yaseBher-shebha.+

  • Yohane 8:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Ngaphezu koko, ikhoboka alihlali endlwini ngonaphakade; unyana yena uhlala ngonaphakade.+

  • Galati 4:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Noko ke, sithini iSibhalo? Sithi, “Sigxothe isicakazana nonyana waso, kuba unyana wesicakazana akasayi kuba yindlalifa kunye nonyana womfazi okhululekileyo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share