IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 3:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Wahlabela mgama ke uYehova uThixo wathi: “Yabona, umntu usuke waba njengomnye wethu ukwazi okulungileyo nokubi,+ ngoku ke ukuze angoluli isandla sakhe aze athabathe nakwisiqhamo somthi wobomi,+ adle aze aphile ixesha elingenammiselo,—”

  • Isaya 46:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Niya kundifanisa+ okanye nindilinganise okanye nindithelekise nabani na ukuze sifane?+

  • Filipi 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 owathi, nangona wayekubume bukaThixo,+ akacinga ngokurhwaphiliza, ukuze azenze alingane noThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share