Yakobi 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ngamnye ulingwa ngokutsalwa nokuwexulwa ngumnqweno wakhe.+ 1 Yohane 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 kuba konke okusehlabathini+—inkanuko yenyama+ nenkanuko yamehlo+ nokuqhayisa ngezinto zobu bomi+—akuphumi kuBawo, kodwa kuphuma ehlabathini.+
16 kuba konke okusehlabathini+—inkanuko yenyama+ nenkanuko yamehlo+ nokuqhayisa ngezinto zobu bomi+—akuphumi kuBawo, kodwa kuphuma ehlabathini.+