Genesis 36:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UEsawu wabathabatha abafazi bakhe ezintombini zakwaKanan:+ uAda+ intombi kaElon umHiti+ no-Oholibhama+ intombi ka-Anahi, umzukulwana kaTsibheyon umHivi, Duteronomi 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+
2 UEsawu wabathabatha abafazi bakhe ezintombini zakwaKanan:+ uAda+ intombi kaElon umHiti+ no-Oholibhama+ intombi ka-Anahi, umzukulwana kaTsibheyon umHivi,
3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+