Isaya 65:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ingcuka+ nemvana ziya kudla kunye,+ nengonyama iya kudla iindiza njengenkunzi yenkomo;+ inyoka, kube luthuli ukutya kwayo.+ Aziyi kwenzakalisa+ okanye zibangele nawuphi na umonakalo entabeni yam yonke engcwele,”+ utsho uYehova. Mika 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ziya kukhotha uthuli njengeenyoka;+ njengezirhubuluzi zomhlaba ziya kuphuma ziphazamisekile kwiindonga zokuzikhusela.+ Ziya kuza kuYehova uThixo wethu zigubha, yaye ziya kukoyika.”+
25 “Ingcuka+ nemvana ziya kudla kunye,+ nengonyama iya kudla iindiza njengenkunzi yenkomo;+ inyoka, kube luthuli ukutya kwayo.+ Aziyi kwenzakalisa+ okanye zibangele nawuphi na umonakalo entabeni yam yonke engcwele,”+ utsho uYehova.
17 Ziya kukhotha uthuli njengeenyoka;+ njengezirhubuluzi zomhlaba ziya kuphuma ziphazamisekile kwiindonga zokuzikhusela.+ Ziya kuza kuYehova uThixo wethu zigubha, yaye ziya kukoyika.”+