Genesis 25:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kwaza emva koko kwaphuma umntakwabo ebambelele esithendeni sikaEsawu ngesandla;+ yena wamthiya igama elinguYakobi.+ Waye uIsake enamashumi amathandathu eminyaka ubudala ekuzalweni kwabo. Genesis 32:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.” Hoseya 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Esiswini wambamba umntakwabo ngesithende,+ yaye ngamandla akhe amakhulu wasukuzana noThixo.+
26 Kwaza emva koko kwaphuma umntakwabo ebambelele esithendeni sikaEsawu ngesandla;+ yena wamthiya igama elinguYakobi.+ Waye uIsake enamashumi amathandathu eminyaka ubudala ekuzalweni kwabo.
28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.”