Genesis 28:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko uIsake wamndulula uYakobi, waza wasinga ePadan-aram, kwaLabhan unyana kaBhetuweli umSiriya,+ umntakwabo Rebheka,+ unina kaYakobi noEsawu.+
5 Ngoko uIsake wamndulula uYakobi, waza wasinga ePadan-aram, kwaLabhan unyana kaBhetuweli umSiriya,+ umntakwabo Rebheka,+ unina kaYakobi noEsawu.+