IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 31:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ekugqibeleni uYehova wathi kuYakobi: “Buyela ezweni looyihlo nakwizalamane zakho,+ yaye ndiya kuqhubeka ndinawe.”+

  • Numeri 23:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+

      Akanyana waluntu ukuba azisole.+

      Etshilo nje yena akayi kwenza na,

      Ethethile nje akayi kuphumeza na?+

  • Yoshuwa 23:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Ngoku, khangela! Namhlanje ndihamba endleleni yomhlaba wonke,+ kwaye niyazi kakuhle ngeentliziyo zenu zonke nangemiphefumlo yenu yonke ukuba akusilelanga nalinye ilizwi kuwo onke amazwi alungileyo uYehova uThixo wenu awathethileyo kuni. Onke abe yinyaniso kuni. Akusilelanga nalinye ilizwi kuwo.+

  • Hebhere 6:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ukuze, ngokuphathelele ezi zinto zimbini zingatshintshekiyo nekungenakwenzeka ukuba axoke ngazo uThixo,+ sikhuthazeke, thina baye basabela kwigwiba lakhe, ukuba sibambelele kwithemba+ elibekwe phambi kwethu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share