ABagwebi 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wayehlala phantsi komthi wesundu kaDebhora phakathi kweRama+ neBheteli+ kummandla weentaba wakwaEfrayim; yaye oonyana bakaSirayeli babesiya kuye ukuze abagwebe. Hoseya 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye waqhubeka esukuzana nengelosi woyisa.+ Walila, ukuze azicelele ubabalo.”+ EBheteli wamfumana,+ yaye kulapho waqalisa ukuthetha nathi.+
5 Wayehlala phantsi komthi wesundu kaDebhora phakathi kweRama+ neBheteli+ kummandla weentaba wakwaEfrayim; yaye oonyana bakaSirayeli babesiya kuye ukuze abagwebe.
4 Yaye waqhubeka esukuzana nengelosi woyisa.+ Walila, ukuze azicelele ubabalo.”+ EBheteli wamfumana,+ yaye kulapho waqalisa ukuthetha nathi.+