-
Genesis 14:20INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
Ngoko uAbram wamnika isishumi sento yonke.+
-
-
Malaki 3:8INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
8 “Umntu wasemhlabeni angamphanga na uThixo? Kodwa nina niyandiphanga.”
Nathi ke nina: “Sikuphange ngayiphi na indlela?”
“Kwizishumi nakwiminikelo.
-