Genesis 46:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngabo abo oonyana bakaLeya,+ awabazalela uYakobi ePadan-aram, kunye nentombi yakhe uDina.+ Iyonke imiphefumlo yoonyana bakhe neyeentombi zakhe yayingamashumi amathathu anesithathu. Rute 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bonke abantu ababesesangweni namadoda amakhulu bathi: “Singamangqina! Wanga uYehova angamnika umfazi oza endlwini yakho ukuba abe njengoRakeli+ noLeya,+ bobabini abakha indlu kaSirayeli;+ nawe ulingqine ixabiso lakho kwaEfratha+ uze uzenzele igama eBhetelehem.+
15 Ngabo abo oonyana bakaLeya,+ awabazalela uYakobi ePadan-aram, kunye nentombi yakhe uDina.+ Iyonke imiphefumlo yoonyana bakhe neyeentombi zakhe yayingamashumi amathathu anesithathu.
11 Bonke abantu ababesesangweni namadoda amakhulu bathi: “Singamangqina! Wanga uYehova angamnika umfazi oza endlwini yakho ukuba abe njengoRakeli+ noLeya,+ bobabini abakha indlu kaSirayeli;+ nawe ulingqine ixabiso lakho kwaEfratha+ uze uzenzele igama eBhetelehem.+