IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 35:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23  Oonyana bakaLeya yayilizibulo likaYakobi uRubhen+ noSimeyon noLevi noYuda noIsakare noZebhulon.

  • Genesis 46:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Oonyana bakaIsakare+ yayinguTola+ noPuva+ noIyobhi noShimron.+

  • Genesis 49:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “UIsakare+ liesile elimathambo omeleleyo, ulala phakathi kweengxowa ezimbini zomthwalo.

  • Duteronomi 33:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 NgoZebhulon wathi:+

      “Yiba nemihlali, Zebhulon, ekuphumeni kwakho,+

      Nawe, Isakare, ezintenteni zakho.+

  • 1 Kronike 12:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Yaye koonyana bakaIsakare+ ababenolwazi lokuqonda amaxesha+ ukuze kwaziwe oko uSirayeli wayemele akwenze,+ zazingamakhulu amabini iintloko zabo, yaye zazibayalela bonke abazalwana bazo.

  • ISityhilelo 7:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 kwisizwe sakwaSimeyon+ ishumi elinesibini lamawaka;

      kwisizwe sakwaLevi+ ishumi elinesibini lamawaka;

      kwisizwe sakwaIsakare+ ishumi elinesibini lamawaka;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share