Isaya 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndaza ke ndeva ilizwi likaYehova lisithi: “Ndothuma bani na, ngubani na owosiyela?”+ Ndathi: “Ndikho! Thuma mna.”+
8 Ndaza ke ndeva ilizwi likaYehova lisithi: “Ndothuma bani na, ngubani na owosiyela?”+ Ndathi: “Ndikho! Thuma mna.”+