Genesis 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+ Genesis 35:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYakobi walibiza igama laloo ndawo uThixo wayethethe naye kuyo ngokuthi yiBheteli.+
8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+