Genesis 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba uThixo uyazi ukuba mhla nithe nadla kuzo aya kuvuleka amehlo enu nize nibe njengoThixo, nazi okulungileyo nokubi.”+ Filipi 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 owathi, nangona wayekubume bukaThixo,+ akacinga ngokurhwaphiliza, ukuze azenze alingane noThixo.+
5 Kuba uThixo uyazi ukuba mhla nithe nadla kuzo aya kuvuleka amehlo enu nize nibe njengoThixo, nazi okulungileyo nokubi.”+