Genesis 31:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku uLabhan wayeye kucheba izimvu zakhe. Ngelo xesha uRakeli weba imilonde-khaya+ kayise. Duteronomi 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Uze ungabi nathixo bambi ngokuchasene nam.+ Yoshuwa 23:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ngokungaze ningene phakathi kwezi ntlanga,+ ezi zisaseleyo nani. Kwaye nimele ningawakhankanyi amagama oothixo bazo+ okanye nifunge ngabo,+ ningabakhonzi okanye niqubude kubo.+ 1 Korinte 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke, zintanda zam, sabani+ kulo unqulo-zithixo.+
7 ngokungaze ningene phakathi kwezi ntlanga,+ ezi zisaseleyo nani. Kwaye nimele ningawakhankanyi amagama oothixo bazo+ okanye nifunge ngabo,+ ningabakhonzi okanye niqubude kubo.+