Genesis 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ndingumphambukeli nomfiki phakathi kwenu.+ Ndinikeni indawo yokungcwaba phakathi kwenu ukuze ndimngcwabe umfikazi angabikho phambi kwam.”+ Genesis 28:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye uya kukunika intsikelelo ka-Abraham,+ wena nembewu yakho ndawonye nawe,+ ukuze ulidle ilifa ilizwe ophambukele kulo,+ elo uThixo amnike lona uAbraham.”+ Hebhere 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokholo wahlala njengomphambukeli kwilizwe lesithembiso njengakwilizwe lasemzini,+ waza wahlala ezintenteni+ kunye noIsake+ noYakobi,+ iindlalifa kunye naye zesithembiso esikwasinye.+
4 “Ndingumphambukeli nomfiki phakathi kwenu.+ Ndinikeni indawo yokungcwaba phakathi kwenu ukuze ndimngcwabe umfikazi angabikho phambi kwam.”+
4 Kwaye uya kukunika intsikelelo ka-Abraham,+ wena nembewu yakho ndawonye nawe,+ ukuze ulidle ilifa ilizwe ophambukele kulo,+ elo uThixo amnike lona uAbraham.”+
9 Ngokholo wahlala njengomphambukeli kwilizwe lesithembiso njengakwilizwe lasemzini,+ waza wahlala ezintenteni+ kunye noIsake+ noYakobi,+ iindlalifa kunye naye zesithembiso esikwasinye.+