Isaya 65:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndiza kunimisela ikrele,+ yaye nonke niya kuqubuda ekuxhelweni;+ ngenxa yokuba ndabiza,+ anaphendula; ndathetha, anaphulaphula;+ naqhubeka nisenza okubi emehlweni am,+ nanyula nento endingayoliswanga yiyo.”+
12 Ndiza kunimisela ikrele,+ yaye nonke niya kuqubuda ekuxhelweni;+ ngenxa yokuba ndabiza,+ anaphendula; ndathetha, anaphulaphula;+ naqhubeka nisenza okubi emehlweni am,+ nanyula nento endingayoliswanga yiyo.”+