Levitikus 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Ukuba ithe intombi yombingeleli yazihlambela ngokuba ngunongogo, ihlambela uyise. Yotshiswa ngomlilo.+ Duteronomi 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Ooyise mabangabulawa ngenxa yabantwana, nabantwana mabangabulawa ngenxa yooyise.+ Ngamnye makabulawe ngesono sakhe.+
9 “‘Ukuba ithe intombi yombingeleli yazihlambela ngokuba ngunongogo, ihlambela uyise. Yotshiswa ngomlilo.+
16 “Ooyise mabangabulawa ngenxa yabantwana, nabantwana mabangabulawa ngenxa yooyise.+ Ngamnye makabulawe ngesono sakhe.+