Numeri 32:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa ukuba anithanga nenjenjalo, niya kuba nonile kuYehova.+ Yazini ke ngoko ukuba isono senu siya kunifumana.+ IMizekeliso 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke nabani na ovingca indlebe yakhe kwisikhalo esimangalayo sesisweli,+ naye uya kukhala aze angaphendulwa.+ Mateyu 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani;+ nomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.+ 1 Timoti 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Izono zabanye abantu zibonakala ekuhleni,+ zikhokelela ngqo ekugwetyweni, kodwa ezabanye zibonakala kamva.+
23 Kodwa ukuba anithanga nenjenjalo, niya kuba nonile kuYehova.+ Yazini ke ngoko ukuba isono senu siya kunifumana.+
13 Ke nabani na ovingca indlebe yakhe kwisikhalo esimangalayo sesisweli,+ naye uya kukhala aze angaphendulwa.+
2 kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani;+ nomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.+
24 Izono zabanye abantu zibonakala ekuhleni,+ zikhokelela ngqo ekugwetyweni, kodwa ezabanye zibonakala kamva.+