Genesis 37:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Emva koko waphupha elinye iphupha, waza wabalisela abantakwabo esithi: “Yabonani, ndiphinde ndaphupha kwakhona, ndiphuphe ilanga nenyanga neenkwenkwezi ezilishumi elinanye ziqubuda kum.”+ 2 Samuweli 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwathi ke ngomhla wesithathu, khangela! kwakusiza indoda+ evela enkampini, kuSawule, zikrazukile+ iingubo zayo nasentloko inothuli;+ kwathi yakufika kuDavide, kwaoko yawa phantsi emhlabeni+ yaza yaqubuda. 2 Kronike 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Emva kokufa kukaYehoyada iinkosana+ zakwaYuda zeza zaqubuda kukumkani. Ngelo xesha ukumkani waziphulaphula.+
9 Emva koko waphupha elinye iphupha, waza wabalisela abantakwabo esithi: “Yabonani, ndiphinde ndaphupha kwakhona, ndiphuphe ilanga nenyanga neenkwenkwezi ezilishumi elinanye ziqubuda kum.”+
2 Kwathi ke ngomhla wesithathu, khangela! kwakusiza indoda+ evela enkampini, kuSawule, zikrazukile+ iingubo zayo nasentloko inothuli;+ kwathi yakufika kuDavide, kwaoko yawa phantsi emhlabeni+ yaza yaqubuda.
17 Emva kokufa kukaYehoyada iinkosana+ zakwaYuda zeza zaqubuda kukumkani. Ngelo xesha ukumkani waziphulaphula.+