IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 47:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngenxa yoko bathi: “Ubulondolozile ubomi bethu.+ Ngamana singakholeka emehlweni enkosi yam, yaye soba ngamakhoboka kaFaro.”+

  • Genesis 50:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Nina, nacinga ububi ngam. Ke yena uThixo wacinga okulungileyo ngenjongo yokwenza njengoko kwenzekile namhla, ukuba kusinde abantu abaninzi.+

  • 1 Samuweli 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 UYehova unguMbulali noMlondolozi wobomi,+

      Owehlisela eShiyol,+ kwaYena uyanyusa.+

  • INdumiso 33:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ukuze ahlangule umphefumlo wabo ekufeni,+

      Ukuze abagcine bephila kwindlala.+

  • INdumiso 105:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wathumela phambi kwabo indoda

      Eyathengiswayo ukuba ibe likhoboka, uYosefu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share