Genesis 43:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Aselwa izahlulo ezisuka phambi kwakhe, kodwa wayesiphindaphinda kahlanu isahlulo sikaBhenjamin kunezahlulo zabo bonke abanye.+ Badla baza basela naye, bada banela.+
34 Aselwa izahlulo ezisuka phambi kwakhe, kodwa wayesiphindaphinda kahlanu isahlulo sikaBhenjamin kunezahlulo zabo bonke abanye.+ Badla baza basela naye, bada banela.+