Genesis 49:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngaloo ndlela ke uYakobi wagqiba ukunikela imiyalelo koonyana bakhe. Wandula ke wahlanganisa iinyawo zakhe esingqengqelweni waza wabhubha, wahlanganiselwa ebantwini bakowabo.+ Hebhere 11:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngokholo uYakobi, xa wayesele eza kufa,+ wasikelela ngamnye woonyana bakaYosefu+ waza wanqula ayame ngencam yomsimelelo wakhe.+
33 Ngaloo ndlela ke uYakobi wagqiba ukunikela imiyalelo koonyana bakhe. Wandula ke wahlanganisa iinyawo zakhe esingqengqelweni waza wabhubha, wahlanganiselwa ebantwini bakowabo.+
21 Ngokholo uYakobi, xa wayesele eza kufa,+ wasikelela ngamnye woonyana bakaYosefu+ waza wanqula ayame ngencam yomsimelelo wakhe.+