Genesis 46:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Mna ndiya kuhla nawe ukuya eYiputa ndize ndikunyuse khona ngokuqinisekileyo;+ yaye uYosefu uya kukucima amehlo.”+ Genesis 50:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko oonyana bakhe bamthwalela ezweni lakwaKanan baza bamngcwaba emqolombeni wentsimi yaseMakaphela ephambi kweMamre,+ ntsimi leyo wayithengayo uAbraham kuEfron umHiti, ukuze ibe yindawo yokungcwaba. IZenzo 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 kwaye bafuduselwa kwaShekem+ baza babekwa kwingcwaba+ uAbraham awayelithenge ngexabiso lemali yesilivere koonyana bakaHamore kwaShekem.+
4 Mna ndiya kuhla nawe ukuya eYiputa ndize ndikunyuse khona ngokuqinisekileyo;+ yaye uYosefu uya kukucima amehlo.”+
13 Ngoko oonyana bakhe bamthwalela ezweni lakwaKanan baza bamngcwaba emqolombeni wentsimi yaseMakaphela ephambi kweMamre,+ ntsimi leyo wayithengayo uAbraham kuEfron umHiti, ukuze ibe yindawo yokungcwaba.
16 kwaye bafuduselwa kwaShekem+ baza babekwa kwingcwaba+ uAbraham awayelithenge ngexabiso lemali yesilivere koonyana bakaHamore kwaShekem.+