Genesis 50:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ‘Ubawo wandifungisa,+ esithi: “Khangela! Ndiyafa.+ Uze undingcwabe+ kwindawo yam yokungcwaba endizimbele yona ezweni lakwaKanan.”+ Ngoko ke, ncedani, nindiyeke ndinyuke ndiye kungcwaba ubawo, ndothi ke emva koko ndibuye.’”
5 ‘Ubawo wandifungisa,+ esithi: “Khangela! Ndiyafa.+ Uze undingcwabe+ kwindawo yam yokungcwaba endizimbele yona ezweni lakwaKanan.”+ Ngoko ke, ncedani, nindiyeke ndinyuke ndiye kungcwaba ubawo, ndothi ke emva koko ndibuye.’”