IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yabona, ndinawe yaye ndiya kukugcina kuyo yonke indlela oyihambayo ndize ndikubuyisele kulo mhlaba,+ kuba andiyi kukushiya de ndibe ndikwenzile ngenene oko ndikuthethileyo kuwe.”+

  • Genesis 31:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaza yathi ingelosi yoTHIXO oyinyaniso kum ephupheni, ‘Yakobi!’ ndathi, ‘Ndilapha.’+

  • Eksodus 15:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ubakhokele ngobubele bakho bothando abantu bakho obahlanguleyo;+

      Ngamandla akho ubakhaphela ngokuqinisekileyo endaweni yakho yokuhlala engcwele.+

  • Yobhi 19:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Yaye mna ndiyazi kakuhle ukuba umkhululi wam+ uyaphila,

      Yaye nokuba, emva kwam, uya kuphakama+ phezu kothuli.

  • INdumiso 34:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ingelosi kaYehova imisa inkampu macala onke kwabo bamoyikayo,+

      Ize ibahlangule.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share