Genesis 32:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.” Isaya 44:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Lo uya kuthi: “NdingokaYehova.”+ Aze lowa azibize ngegama likaYakobi,+ yaye omnye uya kubhala oku esandleni sakhe: “OkaYehova.” Omnye uya kuzithiya ngegama likaSirayeli.’+
28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.”
5 Lo uya kuthi: “NdingokaYehova.”+ Aze lowa azibize ngegama likaYakobi,+ yaye omnye uya kubhala oku esandleni sakhe: “OkaYehova.” Omnye uya kuzithiya ngegama likaSirayeli.’+