Genesis 47:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Wandula ke wathi: “Ndifungele.” Ngoko wamfungela.+ Waza ke waqubuda uSirayeli emantla esingqengqelo.+ Mateyu 5:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kwakhona neva ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungafungi+ ungenzi, kodwa uze uzifezekise izibhambathiso zakho kuYehova.’+ Hebhere 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba abantu bafunga ngalowo mkhulu kunabo,+ yaye isifungo sabo siyayiphelisa impikiswano, njengoko sisisiqinisekiso esisemthethweni kubo.+
31 Wandula ke wathi: “Ndifungele.” Ngoko wamfungela.+ Waza ke waqubuda uSirayeli emantla esingqengqelo.+
33 “Kwakhona neva ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungafungi+ ungenzi, kodwa uze uzifezekise izibhambathiso zakho kuYehova.’+
16 Kuba abantu bafunga ngalowo mkhulu kunabo,+ yaye isifungo sabo siyayiphelisa impikiswano, njengoko sisisiqinisekiso esisemthethweni kubo.+