IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 23:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngaloo ndlela intsimi kaEfron eyayiseMakaphela, ephambi kweMamre, intsimi leyo nomqolomba owawukuyo nayo yonke imithi eyayikuloo ntsimi,+ ijikeleze yonke imida yayo, yaqinisekiswa+

  • Genesis 25:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko uIsake noIshmayeli oonyana bakhe bamngcwaba emqolombeni waseMakaphela, owawungaphambi kweMamre, entsimini kaEfron unyana kaTsohare umHiti,+

  • Genesis 35:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Wada wafika uYakobi kuIsake uyise eMamre,+ eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron, apho babehleli khona uAbraham noIsake njengabaphambukeli.+

  • Genesis 49:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 emqolombeni osentsimini yaseMakaphela ephambi kweMamre ezweni lakwaKanan, ntsimi leyo wayithengayo uAbraham kuEfron umHiti ukuze ibe yindawo yokungcwaba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share