Genesis 37:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Adlula ke loo madoda amaMidiyan,+ awayengabarhwebi. Ngoko ke bamtsala baza bamnyusa uYosefu emhadini wamanzi,+ bamthengisa uYosefu kumaIshmayeli ngamaqhosha esilivere angamashumi amabini.+ Wona ke amsa uYosefu eYiputa. 1 Samuweli 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wahlabela mgama wathi kuDavide: “Ulilungisa ngakumbi kunam,+ kuba undenzele okulungileyo,+ kanti mna ndikwenzele ububi. IMizekeliso 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+ Roma 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Uthando+ alusebenzi bubi kummelwane kabani;+ ngoko ke uthando lukukuzaliseka komthetho.+
28 Adlula ke loo madoda amaMidiyan,+ awayengabarhwebi. Ngoko ke bamtsala baza bamnyusa uYosefu emhadini wamanzi,+ bamthengisa uYosefu kumaIshmayeli ngamaqhosha esilivere angamashumi amabini.+ Wona ke amsa uYosefu eYiputa.
17 Wahlabela mgama wathi kuDavide: “Ulilungisa ngakumbi kunam,+ kuba undenzele okulungileyo,+ kanti mna ndikwenzele ububi.
13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+