IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 37:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bambona ke esemgama, yaye ngaphambi kokuba asondele kubo benza iyelenqe lokumbulala ngobuqhokolo.+

  • Genesis 45:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa musani ukuba buhlungu+ yaye ningaziqumbeli kuba nathengisa ngam apha; kuba uThixo wandithumela phambi kwenu+ ukuze kulondolozwe ubomi.

  • INdumiso 105:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wathumela phambi kwabo indoda

      Eyathengiswayo ukuba ibe likhoboka, uYosefu.+

  • INdumiso 119:71
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  71 Kundilungele okokuba ndiye ndaxhwaleka,+

      Ukuze ndifunde imimiselo yakho.+

  • Roma 8:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ke kaloku siyazi ukuba uThixo uyenza isebenzisane yonke imisebenzi+ yakhe ukwenzela ukulungelwa kwabo bamthandayo uThixo, bona abo babiziweyo ngokuvumelana nenjongo yakhe;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share