Genesis 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kwathi xa uThixo wayesonakalisa izixeko zeso Sithili, uThixo wamkhumbula uAbraham ngokuthi athabathe amanyathelo okundulula uLote aphume kuloo ndawo ibhukuqwayo xa wayebhukuqa izixeko awayehlala kuzo uLote.+ Eksodus 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekuhambeni kwexesha uThixo wakuva+ ukugcuma+ kwabo waza wawukhumbula uThixo umnqophiso wakhe noAbraham, uIsake noYakobi.+ 1 Samuweli 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Bandula ke bavuka ekuseni baqubuda phambi koYehova, ekwathi emva koko babuya baza bafika endlwini yabo eRama.+ Ke kaloku uElikana waba neentlobano zokwazana+ noHana umfazi wakhe, waza uYehova waqala ukumkhumbula.+ INdumiso 94:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe,+Engayi kulishiya nelifa lakhe.+
29 Kwathi xa uThixo wayesonakalisa izixeko zeso Sithili, uThixo wamkhumbula uAbraham ngokuthi athabathe amanyathelo okundulula uLote aphume kuloo ndawo ibhukuqwayo xa wayebhukuqa izixeko awayehlala kuzo uLote.+
24 Ekuhambeni kwexesha uThixo wakuva+ ukugcuma+ kwabo waza wawukhumbula uThixo umnqophiso wakhe noAbraham, uIsake noYakobi.+
19 Bandula ke bavuka ekuseni baqubuda phambi koYehova, ekwathi emva koko babuya baza bafika endlwini yabo eRama.+ Ke kaloku uElikana waba neentlobano zokwazana+ noHana umfazi wakhe, waza uYehova waqala ukumkhumbula.+