Genesis 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuzo izidalwa eziphaphazelayo ngohlobo lwazo nakwizilwanyana zasekhaya ngohlobo lwazo,+ kwizinambuzane zonke zomhlaba ngohlobo lwazo, uze ungenise ngambini kuzo zibe kunye nawe ukuze zisindiswe.+ Hebhere 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokholo uNowa,+ emva kokunikwa isilumkiso sobuthixo sezinto ezingekabonwa,+ wabonisa uloyiko lobuthixo waza wakha umkhombe+ wokusindisa indlu yakhe; yaye ngalo olo kholo waligwebela isohlwayo ihlabathi,+ waza waba yindlalifa yobulungisa+ bokholo.
20 Kuzo izidalwa eziphaphazelayo ngohlobo lwazo nakwizilwanyana zasekhaya ngohlobo lwazo,+ kwizinambuzane zonke zomhlaba ngohlobo lwazo, uze ungenise ngambini kuzo zibe kunye nawe ukuze zisindiswe.+
7 Ngokholo uNowa,+ emva kokunikwa isilumkiso sobuthixo sezinto ezingekabonwa,+ wabonisa uloyiko lobuthixo waza wakha umkhombe+ wokusindisa indlu yakhe; yaye ngalo olo kholo waligwebela isohlwayo ihlabathi,+ waza waba yindlalifa yobulungisa+ bokholo.