Yoshuwa 9:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko ke ningabantu abaqalekisiweyo,+ yaye isikhundla sobukhoboka+ nokuba ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi endlwini kaThixo wam asisayi kuze sinqunyulwe kuni.”+ ABagwebi 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwaye uSirayeli womelela+ waza wawasebenzisa amaKanan ngokuwaqhuba ngebhaxa,+ yaye akazange awagxothe ngokupheleleyo.+ 1 Kumkani 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 oonyana babo ababesele emva elizweni, abo bangazange bakwazi ukubatshabalalisa oonyana bakaSirayeli,+ uSolomon waqhubeka ebabizela ukuba basetyenziswe ngokuqhutywa ngebhaxa kumsebenzi wobukhoboka de kube namhla.+
23 Ngoko ke ningabantu abaqalekisiweyo,+ yaye isikhundla sobukhoboka+ nokuba ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi endlwini kaThixo wam asisayi kuze sinqunyulwe kuni.”+
28 Kwaye uSirayeli womelela+ waza wawasebenzisa amaKanan ngokuwaqhuba ngebhaxa,+ yaye akazange awagxothe ngokupheleleyo.+
21 oonyana babo ababesele emva elizweni, abo bangazange bakwazi ukubatshabalalisa oonyana bakaSirayeli,+ uSolomon waqhubeka ebabizela ukuba basetyenziswe ngokuqhutywa ngebhaxa kumsebenzi wobukhoboka de kube namhla.+