Genesis 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Waza wongeza wathi:“Makabongwe uYehova,+ uThixo kaShem,UKanan abe likhoboka lakhe.+ Genesis 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko umda wamaKanan wawususela eSidon uye kufikelela eGerare,+ kufuphi neGaza,+ ufikelela naseSodom naseGomora+ naseAdima+ naseTsebhoyim,+ kufuphi neLasha. Genesis 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye. Numeri 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Ningena ezweni laseKanan.+ Lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni njengelifa,+ ilizwe laseKanan ngokwemida yalo.+ IZenzo 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Emva kokutshabalalisa iintlanga ezisixhenxe kwilizwe lakwaKanan, wababela ilizwe lazo ngeqashiso:+
19 Ngoko umda wamaKanan wawususela eSidon uye kufikelela eGerare,+ kufuphi neGaza,+ ufikelela naseSodom naseGomora+ naseAdima+ naseTsebhoyim,+ kufuphi neLasha.
7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye.
2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Ningena ezweni laseKanan.+ Lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni njengelifa,+ ilizwe laseKanan ngokwemida yalo.+
19 Emva kokutshabalalisa iintlanga ezisixhenxe kwilizwe lakwaKanan, wababela ilizwe lazo ngeqashiso:+