Yoshuwa 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Ekuhambeni kwexesha ndamthabatha ukhokho wenu uAbraham+ ngaphesheya koMlambo+ ndamhambisa kulo lonke ilizwe lakwaKanan ndaza ndayenza ninzi imbewu yakhe.+ Ngoko ndamnika uIsake.+ IZenzo 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko waphuma kwilizwe lamaKhaledi waza wahlala kwaHaran. Yaye ukusuka apho, emva kokufa kukayise,+ uThixo wambangela ukuba indawo yakhe yokuhlala ayitshintshele kweli lizwe nihlala kulo ngoku.+
3 “‘Ekuhambeni kwexesha ndamthabatha ukhokho wenu uAbraham+ ngaphesheya koMlambo+ ndamhambisa kulo lonke ilizwe lakwaKanan ndaza ndayenza ninzi imbewu yakhe.+ Ngoko ndamnika uIsake.+
4 Ngoko waphuma kwilizwe lamaKhaledi waza wahlala kwaHaran. Yaye ukusuka apho, emva kokufa kukayise,+ uThixo wambangela ukuba indawo yakhe yokuhlala ayitshintshele kweli lizwe nihlala kulo ngoku.+