IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 13:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+

  • Genesis 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wongeza ke wathi kuye: “NdinguYehova, owakukhuphayo eUre yamaKhaledi ukuba ndikunike eli lizwe, ulidle ilifa.”+

  • Genesis 17:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndilinike wena nembewu yakho ilizwe ophambukele kulo,+ nelizwe lakwaKanan liphela, ukuba ulidle ilifa ukusa kwixesha elingenammiselo; yaye ndiza kuzingqina ndinguThixo kubo.”+

  • Duteronomi 34:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wathi uYehova kuye: “Lilo eli ilizwe endafunga ngalo kuAbraham, uIsake noYakobi, ndisithi, ‘Ndiya kulinika imbewu yakho.’+ Ndikwenze walibona ngamehlo, ekubeni ungayi kuwelela kulo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share