Genesis 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waphinda wathi uAbraham ngoSara umfazi wakhe: “Ngudade wethu.”+ Ngoko uAbhimeleki ukumkani waseGerare wathumela ukuba athatyathelwe uSara.+ Genesis 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye eneneni, ngudade wethu, intombi kabawo, kuphela nje akayiyo intombi kamama; waza ke waba ngumfazi wam.+
2 Waphinda wathi uAbraham ngoSara umfazi wakhe: “Ngudade wethu.”+ Ngoko uAbhimeleki ukumkani waseGerare wathumela ukuba athatyathelwe uSara.+
12 Kwaye eneneni, ngudade wethu, intombi kabawo, kuphela nje akayiyo intombi kamama; waza ke waba ngumfazi wam.+