IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko uYehova uThixo wantshulisa emhlabeni yonke imithi enqwenelekayo emehlweni nelungele ukudliwa kwanomthi wobomi+ emyezweni phakathi nomthi wokwazi okulungileyo nokubi.+

  • Isaya 51:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba ngokuqinisekileyo uYehova uya kuyithuthuzela iZiyon.+ Ngokuqinisekileyo uya kuzithuthuzela zonke iindawo zayo eziphanzileyo,+ ayenze intlango yayo ibe njenge-Eden,+ nethafa layo eliyinkqantosi libe njengomyezo kaYehova.+ Kuya kufumaneka kuyo imigcobo nemihlali, umbulelo nelizwi loncuthu lwengoma.+

  • Hezekile 36:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Yaye ngokuqinisekileyo abantu baya kuthi: “Elo lizwe laliphanzile lisuke laba njengomyezo wase-Eden,+ nezi zixeko zaziyinkangala nezaziphanzile nezazichithiwe zinqatyisiwe; zinabemi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share