Genesis 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 yaye ndiya kukwenza ube luhlanga olukhulu ndize ndikusikelele, ndilenze libe likhulu igama lakho; ube yintsikelelo.+ Genesis 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke wamsa phandle waza wathi: “Khawuncede ukhangele phezulu, emazulwini uze ubale iinkwenkwezi, ukuba uyakwazi ukuzibala.”+ Waza ke wathi kuye: “Iya kuba ngangazo imbewu yakho.”+ Eksodus 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bathi ke baqhama oonyana bakaSirayeli, baqalisa ukunyakazela; yaye banda baza baba namandla ngomlinganiselo omkhulu ngokungaqhelekanga, kangangokuba lazala ilizwe ngabo.+ Duteronomi 26:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uze uphendule ke uthi phambi koYehova uThixo wakho, ‘Ubawo wayengumSiriya otshabalalayo;+ wehla waya eYiputa+ wahlala khona njengomphambukeli enabantu abambalwa kakhulu ngenani;+ kodwa waba luhlanga olukhulu apho, olunamandla nolunabantu abaninzi.+ Hebhere 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke kumntu omnye,+ naye owayefana nofileyo,+ kwazalwa inkitha yabantwana abangangeenkwenkwezi zezulu nentlabathi engaselunxwemeni lolwandle, bengenakubalwa.+
2 yaye ndiya kukwenza ube luhlanga olukhulu ndize ndikusikelele, ndilenze libe likhulu igama lakho; ube yintsikelelo.+
5 Ngoku ke wamsa phandle waza wathi: “Khawuncede ukhangele phezulu, emazulwini uze ubale iinkwenkwezi, ukuba uyakwazi ukuzibala.”+ Waza ke wathi kuye: “Iya kuba ngangazo imbewu yakho.”+
7 Bathi ke baqhama oonyana bakaSirayeli, baqalisa ukunyakazela; yaye banda baza baba namandla ngomlinganiselo omkhulu ngokungaqhelekanga, kangangokuba lazala ilizwe ngabo.+
5 Uze uphendule ke uthi phambi koYehova uThixo wakho, ‘Ubawo wayengumSiriya otshabalalayo;+ wehla waya eYiputa+ wahlala khona njengomphambukeli enabantu abambalwa kakhulu ngenani;+ kodwa waba luhlanga olukhulu apho, olunamandla nolunabantu abaninzi.+
12 Ngoko ke kumntu omnye,+ naye owayefana nofileyo,+ kwazalwa inkitha yabantwana abangangeenkwenkwezi zezulu nentlabathi engaselunxwemeni lolwandle, bengenakubalwa.+