Roma 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Nangona lalingekho ithemba, kodwa ngokusekelwe ethembeni waba nokholo,+ ukuze abe nguyise weentlanga+ ezininzi ngokuvumelana noko kwakutshiwo kwathiwa: “Iya kuba njalo imbewu yakho.”+ Hebhere 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokholo uAbraham,+ xa wabizwayo, wathobela waphuma waya kwindawo awayemiselwe ukuyifumana njengelifa; waphuma, nangona wayengazi apho aya khona.+ Yakobi 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 sazaliseka ke isibhalo esithi: “UAbraham wakholwa kuYehova, kwaza oko kwabalelwa kuye njengobulungisa,”+ waza wabizwa ngokuba “ngumhlobo kaYehova.”+
18 Nangona lalingekho ithemba, kodwa ngokusekelwe ethembeni waba nokholo,+ ukuze abe nguyise weentlanga+ ezininzi ngokuvumelana noko kwakutshiwo kwathiwa: “Iya kuba njalo imbewu yakho.”+
8 Ngokholo uAbraham,+ xa wabizwayo, wathobela waphuma waya kwindawo awayemiselwe ukuyifumana njengelifa; waphuma, nangona wayengazi apho aya khona.+
23 sazaliseka ke isibhalo esithi: “UAbraham wakholwa kuYehova, kwaza oko kwabalelwa kuye njengobulungisa,”+ waza wabizwa ngokuba “ngumhlobo kaYehova.”+