Genesis 24:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yaya ke indoda leyo endlwini, waza yena wazikhulula iinkamela, wazinika iindiza nokutya kwazo iinkamela, wayinika amanzi okuhlamba iinyawo zayo neenyawo zamadoda awayekunye nayo.+ 1 Samuweli 25:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko nangoko wesuka ke yena waqubuda ngobuso emhlabeni+ wathi: “Nali ikhobokazana lakho lokuba sisicakakazi sokuhlamba iinyawo+ zabakhonzi benkosi yam.”+ Yohane 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko wafaka amanzi esityeni waza waqala ukuhlamba iinyawo+ zabafundi nokuzomisa ngetawuli awayeyibhinqile.
32 Yaya ke indoda leyo endlwini, waza yena wazikhulula iinkamela, wazinika iindiza nokutya kwazo iinkamela, wayinika amanzi okuhlamba iinyawo zayo neenyawo zamadoda awayekunye nayo.+
41 Ngoko nangoko wesuka ke yena waqubuda ngobuso emhlabeni+ wathi: “Nali ikhobokazana lakho lokuba sisicakakazi sokuhlamba iinyawo+ zabakhonzi benkosi yam.”+
5 Emva koko wafaka amanzi esityeni waza waqala ukuhlamba iinyawo+ zabafundi nokuzomisa ngetawuli awayeyibhinqile.