Genesis 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Masenze+ umntu ngokomfanekiso wethu,+ ngokufana nathi,+ yaye makabe nobukhosi kwiintlanzi zolwandle nakwizidalwa eziphaphazelayo emazulwini nakwizilwanyana zasekhaya nakuwo wonke umhlaba nakuzo zonke izinambuzane ezinambuzelayo emhlabeni.”+ INdumiso 139:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiya kukubonga ngenxa yokuba ngendlela eyoyikekayo ndenziwe ngokumangalisayo.+Imisebenzi yakho iyamangalisa,+Njengoko umphefumlo wam uqonda kakuhle.+ Roma 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+
26 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Masenze+ umntu ngokomfanekiso wethu,+ ngokufana nathi,+ yaye makabe nobukhosi kwiintlanzi zolwandle nakwizidalwa eziphaphazelayo emazulwini nakwizilwanyana zasekhaya nakuwo wonke umhlaba nakuzo zonke izinambuzane ezinambuzelayo emhlabeni.”+
14 Ndiya kukubonga ngenxa yokuba ngendlela eyoyikekayo ndenziwe ngokumangalisayo.+Imisebenzi yakho iyamangalisa,+Njengoko umphefumlo wam uqonda kakuhle.+
20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+