Genesis 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Akuphakamisa amehlo akhe+ wakhangela, nako kumi mgama amadoda amathathu. Akuwabona wabaleka ukusuka emnyangweni wentente esiya kuwahlangabeza waza waqubuda emhlabeni.+ 1 Samuweli 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko uDavide wesuka emva koko waphuma emqolombeni waza wamemeza kuSawule, esithi: “Nkosi yam+ kumkani!” USawule wakhangela emva kwakhe, waza uDavide wathoba ngobuso bakhe emhlabeni+ waqubuda.
2 Akuphakamisa amehlo akhe+ wakhangela, nako kumi mgama amadoda amathathu. Akuwabona wabaleka ukusuka emnyangweni wentente esiya kuwahlangabeza waza waqubuda emhlabeni.+
8 Ngoko uDavide wesuka emva koko waphuma emqolombeni waza wamemeza kuSawule, esithi: “Nkosi yam+ kumkani!” USawule wakhangela emva kwakhe, waza uDavide wathoba ngobuso bakhe emhlabeni+ waqubuda.