ABagwebi 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngenxa yoko baphambukela apho ukuze bangene balalise eGibheya. Kwaye bangena baza bahlala phantsi kwindawo yembutho yesixeko, akwabakho mntu ubamkelela endlwini ukuze balalise.+
15 Ngenxa yoko baphambukela apho ukuze bangene balalise eGibheya. Kwaye bangena baza bahlala phantsi kwindawo yembutho yesixeko, akwabakho mntu ubamkelela endlwini ukuze balalise.+