IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 9:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “UYehova waba nomsindo omkhulu nakuAron, ukusa kwinqanaba lokuba ambhubhise;+ ndenza isikhungo+ nangaye uAron ngeso sihlandlo.

  • Yobhi 42:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko ke zithabatheleni iinkunzi zeenkomo ezisixhenxe neenkunzi zeegusha ezisixhenxe+ niye kumkhonzi wam uYobhi,+ nize ninikele umbingelelo otshiswayo; yaye umkhonzi wam uYobhi uya kunithandazela.+ Bubuso bakhe kuphela endiya kubamkela ukuze ndingenzi ubudenge obulihlazo kuni, kuba anithethanga okuyinyaniso ngam, njengokuba enzile umkhonzi wam uYobhi.”+

  • Yakobi 5:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+

  • 1 Petros 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share