IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke kaloku, ncedani, nindifungele ngoYehova+ ukuba, ngenxa yokuba ndiye ndanenzela ububele bothando, nani niya kuyenzela ububele bothando indlu kabawo,+ nindinike umqondiso+ endinokukholosa ngawo.

  • 1 Samuweli 20:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Waza uYonatan waqhubeka wathi kuDavide: “Hamba ngoxolo,+ ekubeni sifungile,+ sobabini, egameni likaYehova, sisithi, ‘Ngamana uYehova angaba phakathi kwam nawe naphakathi kwenzala yam nenzala yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.’”+

      Wesuka ke uDavide wahamba, noYonatan wangena esixekweni.

  • Yeremiya 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share