Genesis 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngokubhekele phaya uAbhimeleki wathi: “Nali ilizwe lam liphambi kwakho. Hlala apho kulungileyo emehlweni akho.”+ Genesis 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Hlala njengomphambukeli kwilizwe elo,+ yaye ndiya kuba nawe ndize ndikusikelele, ngokuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe,+ ndisiphumeze isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo,+
15 Ngokubhekele phaya uAbhimeleki wathi: “Nali ilizwe lam liphambi kwakho. Hlala apho kulungileyo emehlweni akho.”+
3 Hlala njengomphambukeli kwilizwe elo,+ yaye ndiya kuba nawe ndize ndikusikelele, ngokuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe,+ ndisiphumeze isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo,+